
WPR Cohort: 2020
Language: isiXhosa
Genre: Novel
Igama ndingu Gcobisa Mgqibela,ndizalelelwe kwidolophu yase Flagstaff kwilali yaseNdakeni kwiphondo lase Mpuma-Koloni. Ndizalwa ngutata uFezile noNdileka Mgqibela. Ndifunde amabanga am aphantsi kwikolo iCamagu yayiseyi JSS ngoko. Aphakamileyo ndawenza eWedela Technical High School eGoli. Ndidlule ndayokwenza imfundo enomsila eSedibeng College ndisenza khona I Management Assistant.
Buy on Kobo
Ndizalelwe kwilali yaseNdakeni kwidolophu I Flagstaff eMpumakoloni. Ndizalwa nguFezile kunye noNdileka Mgqibela. Ndifundele amabanga aphantsi kwisikolo I Camagu JSS,ndaphuma apho ndayofunda amabanga aphakamileyo eWedela Technical High School eGoli. Ukugqiba kwam ibanga leshumi ndayofunda eSedibeng College ndisenza I Management Assistant.
