
WPR Cohort: 2021
Language: isiXhosa
Genre: Novelette
UNolingene ukhulisa abantwana bakhe abangenambeko kabuhlungu. Ubakhulisa eyedwa kuba wayelahlwe mangumyeni wakhe awayemthembise ngokuba uzakumhoya bohlulwe kukuba. Bafuna imali ngenkani. Kuye kwakhula umzukulwana wakhe uMzwandile oye walwa uduntsuduntsu ukutshintsha loo meko yokuhlukunyezwa kuka makhulu wakhe. Uye wakhangela impumelelo. Ekugqibeleni uye wayilento ebifunwa ngumakhulu wakhe.
Buy on Kobo
NdinguLungelo Nolobo eMpuma Koloni kwidolophana eyaziwa ngokuba yiElliotdale (Xhora). Ndikwangumfundi kwiDyunivesithi yaseFort Hare. Ndibhale le ncwadi ndichukunyiswa zintlungu esijongene nazo kwintsapho zethu nangona abanye abantu besenza ngazo into yohlekisa. Inika umdla ingakumbi xa unesosilonda nawe utsho ukwazi ukulwa ingxaki ezifana nezi zikwibali. Inika ithemba nokholo ukuba akukho namnye umntu obekelwe isiqalekiso koko kudingeka nje amandla wokulwa. Ukukhanya makukhanye kuthi. Camagwini!
